INdumiso 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abantu abangendawo+ baya kubuyela eShiyol,+Kwanazo zonke iintlanga ezimlibalayo uThixo.+ INdumiso 55:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Isiphanziso masibe phezu kwabo!+Mabehlele eShiyol bephila;+Kuba ebudeni bokuba ngabaphambukeli kwabo izinto ezimbi zazingaphakathi kubo.+
15 Isiphanziso masibe phezu kwabo!+Mabehlele eShiyol bephila;+Kuba ebudeni bokuba ngabaphambukeli kwabo izinto ezimbi zazingaphakathi kubo.+