Nehemiya 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abakhi babebhinqisiwe, ngamnye ikrele lakhe lisesinqeni sakhe,+ ngoxa babesakha;+ yaye ovuthela isigodlo+ wayesecaleni kwam. Isaya 58:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 “Memeza uvule umqala; ungathinteleki.+ Phakamisa ilizwi lakho kanye njengesigodlo, uze uxelele abantu bam imvukelo yabo,+ nendlu kaYakobi izono zayo. Yeremiya 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xelani kwaYuda, nivakalise naseYerusalem,+ yitshoni ngokuvakalayo, nivuthele nesigodlo kulo lonke ilizwe.+ Memezani kakhulu nithi: “Hlanganisanani, kwaye masingene ezixekweni ezinqatyisiweyo.+ Hoseya 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Emlonyeni wakho—beka isigodlo!+ Kukho oza njengokhozi+ nxamnye nendlu kaYehova, ngenxa yokuba bawugqithile umnqophiso wam,+ yaye banxaxhile kumthetho wam.+
18 Abakhi babebhinqisiwe, ngamnye ikrele lakhe lisesinqeni sakhe,+ ngoxa babesakha;+ yaye ovuthela isigodlo+ wayesecaleni kwam.
58 “Memeza uvule umqala; ungathinteleki.+ Phakamisa ilizwi lakho kanye njengesigodlo, uze uxelele abantu bam imvukelo yabo,+ nendlu kaYakobi izono zayo.
5 Xelani kwaYuda, nivakalise naseYerusalem,+ yitshoni ngokuvakalayo, nivuthele nesigodlo kulo lonke ilizwe.+ Memezani kakhulu nithi: “Hlanganisanani, kwaye masingene ezixekweni ezinqatyisiweyo.+
8 “Emlonyeni wakho—beka isigodlo!+ Kukho oza njengokhozi+ nxamnye nendlu kaYehova, ngenxa yokuba bawugqithile umnqophiso wam,+ yaye banxaxhile kumthetho wam.+