Hezekile 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Xa lowo ulilungisa ebuya ebulungiseni bakhe aze okunene enze okungekho sikweni,+ afe ngenxa yoko, uya kufa ngenxa yokungekho sikweni akwenzileyo.+
26 “‘Xa lowo ulilungisa ebuya ebulungiseni bakhe aze okunene enze okungekho sikweni,+ afe ngenxa yoko, uya kufa ngenxa yokungekho sikweni akwenzileyo.+