IMizekeliso 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ IZenzo 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu
13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu