Hebhere 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Kodwa owam yena lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo,”+ yaye, “ukuba uthe wahlehla, umphefumlo wam awukholiswa nguye.”+ 2 Petros 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngokuqinisekileyo ukuba, emva kokuphepha izidyobho zehlabathi+ ngolwazi oluchanileyo lweNkosi noMsindisi uYesu Kristu, babandakanyeka kwakwezi zinto kwakhona baze boyiswe,+ iimeko zokugqibela ziba mbi ngakumbi kubo kunezokuqala.+
38 “Kodwa owam yena lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo,”+ yaye, “ukuba uthe wahlehla, umphefumlo wam awukholiswa nguye.”+
20 Ngokuqinisekileyo ukuba, emva kokuphepha izidyobho zehlabathi+ ngolwazi oluchanileyo lweNkosi noMsindisi uYesu Kristu, babandakanyeka kwakwezi zinto kwakhona baze boyiswe,+ iimeko zokugqibela ziba mbi ngakumbi kubo kunezokuqala.+