IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mika 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Abo baziintloko zayo bagweba nje ngenxa yokunyotywa,+ nababingeleli bayo bayalela nje ngenxa yexabiso,+ nabaprofeti bakhe bavumisa nje ngenxa yemali;+ kanti bazixhasa ngoYehova, besithi: “Akakho phakathi kwethu na uYehova?+ Asiyi kufikelwa ntlekele.”+

  • Mateyu 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 yaye ze ningafane nithi, ‘Sinobawo uAbraham.’+ Kuba ndithi kuni uThixo unako ukumvelisela abantwana kuwo la matye uAbraham.+

  • Yohane 8:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ekuphenduleni athi kuye: “Ubawo wethu nguAbraham.”+ UYesu wathi kuwo: “Ukuba ningabantwana baka-Abraham,+ yenzani imisebenzi ka-Abraham.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share