Mika 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Yeha abo baceba okwenzakalisayo, nabo baqhelisela ububi, kwiimandlalo zabo!+ Ngokukhanya kwakusasa bakwenze,+ ngenxa yokuba kusemandleni esandla sabo.+
2 “Yeha abo baceba okwenzakalisayo, nabo baqhelisela ububi, kwiimandlalo zabo!+ Ngokukhanya kwakusasa bakwenze,+ ngenxa yokuba kusemandleni esandla sabo.+