Yeremiya 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye ndandinjengenkunzi yemvana, ethandekayo, esiwa ekuxhelweni,+ ndingazi ukuba bacinge amacebo nxamnye nam besithi:+ “Masiwonakalise umthi nokutya kwawo, masimnqumle kwilizwe labaphilayo,+ ukuze lingabi sakhunjulwa igama lakhe.” Yeremiya 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye bathi: “Yizani, madoda, masicinge iingcamango nxamnye noYeremiya,+ kuba umthetho awuyi kutshabalala kumbingeleli+ okanye icebo kwisilumko okanye ilizwi kumprofeti.+ Yizani size simbethe ngolwimi,+ kwaye singanikeli ngqalelo kuwo nawaphi na amazwi akhe.”
19 Yaye ndandinjengenkunzi yemvana, ethandekayo, esiwa ekuxhelweni,+ ndingazi ukuba bacinge amacebo nxamnye nam besithi:+ “Masiwonakalise umthi nokutya kwawo, masimnqumle kwilizwe labaphilayo,+ ukuze lingabi sakhunjulwa igama lakhe.”
18 Yaye bathi: “Yizani, madoda, masicinge iingcamango nxamnye noYeremiya,+ kuba umthetho awuyi kutshabalala kumbingeleli+ okanye icebo kwisilumko okanye ilizwi kumprofeti.+ Yizani size simbethe ngolwimi,+ kwaye singanikeli ngqalelo kuwo nawaphi na amazwi akhe.”