Mateyu 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Akukho bani unokukhonza iinkosi ezimbini; kuba usenokuyithiya enye aze ayithande enye,+ okanye anamathele kwenye aze ayidele enye. Aninakukhonza uThixo nobuTyebi.+
24 “Akukho bani unokukhonza iinkosi ezimbini; kuba usenokuyithiya enye aze ayithande enye,+ okanye anamathele kwenye aze ayidele enye. Aninakukhonza uThixo nobuTyebi.+