Marko 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba uHerode wayemoyika+ uYohane, emazi ngokuba yindoda elilungisa nengcwele;+ yaye wayemgcina ekhuselekile. Kwaye emva kokuba emvile+ wayexakiwe yinto amakayenze, ukanti waqhubeka emphulaphula ngochulumanco.
20 Kuba uHerode wayemoyika+ uYohane, emazi ngokuba yindoda elilungisa nengcwele;+ yaye wayemgcina ekhuselekile. Kwaye emva kokuba emvile+ wayexakiwe yinto amakayenze, ukanti waqhubeka emphulaphula ngochulumanco.