12 Bona balulwalwa olufihlakele phantsi kwamanzi emathekweni enu othando+ xa besezidlweni kunye nani; bangabalusi abazondla ngaphandle koloyiko;+ bangamafu angenamanzi aphehluzeliswa+ yimimoya;+ bayimithi engathwali siqhamo nkqu nasekwindla, efe kabini yaza yancothulwa;+