Zekariya 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 obathengi bawo bawubulalayo+ nangona bengazange bagqalwe benetyala.+ Nabo bawuthengisayo+ bathi: “Ngamana angabongwa uYehova, ngoxa ndiya kuzuza ubutyebi.”+ Nabalusi bawo ababonisi mfesane kuwo.’+ Zekariya 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba yabona, ndivusa umalusi elizweni.+ Akayi kunikela ngqalelo kwizimvu ezitshayelwayo.+ Itakane akayi kulifuna, engayi kuziphilisa nezimvu ezaphukileyo.+ Nemileyo akayi kuyibonelela ngokutya,+ nenyama yetyebileyo uya kuyidla, izimvu ezo uya kuziqhawula iimpuphu.+ Luka 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+
5 obathengi bawo bawubulalayo+ nangona bengazange bagqalwe benetyala.+ Nabo bawuthengisayo+ bathi: “Ngamana angabongwa uYehova, ngoxa ndiya kuzuza ubutyebi.”+ Nabalusi bawo ababonisi mfesane kuwo.’+
16 Kuba yabona, ndivusa umalusi elizweni.+ Akayi kunikela ngqalelo kwizimvu ezitshayelwayo.+ Itakane akayi kulifuna, engayi kuziphilisa nezimvu ezaphukileyo.+ Nemileyo akayi kuyibonelela ngokutya,+ nenyama yetyebileyo uya kuyidla, izimvu ezo uya kuziqhawula iimpuphu.+
14 Kodwa lona igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu, licaphukile kuba uYesu ephilisa ngesabatha, lathi kwisihlwele: “Zintandathu iintsuku ekufanele kusetyenzwe ngazo;+ yizani ngazo, ngoko, niphiliswe, kungekhona ngomhla wesabatha.”+