IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngokuba uYehova uThixo wakho ungumlilo odlayo,+ unguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo.+

  • Isaya 66:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Kuba uYehova uza kanye njengomlilo,+ neenqwelo zakhe zinjengesaqhwithi somoya,+ ukuze abuyisele umsindo wakhe ngobushushu obupheleleyo nokhalimelo lwakhe ngamadangatye omlilo.+

  • Hezekile 38:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ndiya kuthetha ndinobukhwele,+ ngomlilo wokuvutha komsindo wam.+ Ngokuqinisekileyo ngaloo mini kuya kubakho ukunyikima okukhulu emhlabeni wakwaSirayeli.+

  • Zefaniya 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Ngoko ke hlalani nilindele kum,’+ utsho uYehova, ‘de ibe yimini yokuvuka kwam ukuba ndithimbe,+ kuba isigwebo sam kukuhlanganisa iintlanga,+ kukuba ndiqokelele ndawonye izikumkani, ukuze ndithululele kuzo isiqalekiso sam,+ wonke umsindo wam ovuthayo; kuba umhlaba wonke uya kuqwengwa ngumlilo wenzondelelo yam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share