IMizekeliso 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+ Obhadiya 12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ubungafanelanga ubukele ngemini yomzalwana wakho,+ ngemini yelishwa lakhe; yaye ubungafanelanga ube nemihlali ngoonyana bakaYuda ngemini yokutshabalala kwabo;+ kwaye ubungafanelanga ube nomlomo omkhulu ngemini yokubandezeleka kwabo.
5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+
12 “Ubungafanelanga ubukele ngemini yomzalwana wakho,+ ngemini yelishwa lakhe; yaye ubungafanelanga ube nemihlali ngoonyana bakaYuda ngemini yokutshabalala kwabo;+ kwaye ubungafanelanga ube nomlomo omkhulu ngemini yokubandezeleka kwabo.