Mateyu 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Emva kokuba ebhaptiziwe uYesu ngoko nangoko wenyuka emanzini; yaye, khangela! amazulu avuleka,+ waza wabona umoya kaThixo usihla njengehobe+ phezu kwakhe.+ IZenzo 7:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Kodwa, ezele ngumoya oyingcwele, wondela ezulwini waza walubona uzuko lukaThixo noYesu emi ngasekunene kukaThixo,+ IZenzo 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 waza wabona izulu livulekile+ yaye kusihla uhlobo oluthile lwesitya njengeshiti lelinen elikhulu lithotyelwa emhlabeni ngamasondo alo omane; ISityhilelo 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+
16 Emva kokuba ebhaptiziwe uYesu ngoko nangoko wenyuka emanzini; yaye, khangela! amazulu avuleka,+ waza wabona umoya kaThixo usihla njengehobe+ phezu kwakhe.+
55 Kodwa, ezele ngumoya oyingcwele, wondela ezulwini waza walubona uzuko lukaThixo noYesu emi ngasekunene kukaThixo,+
11 waza wabona izulu livulekile+ yaye kusihla uhlobo oluthile lwesitya njengeshiti lelinen elikhulu lithotyelwa emhlabeni ngamasondo alo omane;
11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+