Levitikus 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo. Yeremiya 42:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kothi ke lona kanye ikrele eli niloyikayo linifumane apho kwilizwe laseYiputa,+ kwaye yona kanye indlala le niyoyikayo iya kunilandela ngokusondeleyo ukuya eYiputa;+ nifele apho.+ Hezekile 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+
33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.
16 kothi ke lona kanye ikrele eli niloyikayo linifumane apho kwilizwe laseYiputa,+ kwaye yona kanye indlala le niyoyikayo iya kunilandela ngokusondeleyo ukuya eYiputa;+ nifele apho.+
14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+