Numeri 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ‘Kungenxa yokuba uYehova akakwazanga ukusingenisa esi sizwana ezweni abesifungele lona, le nto asibuleleyo nje entlango.’+ Yoshuwa 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+
16 ‘Kungenxa yokuba uYehova akakwazanga ukusingenisa esi sizwana ezweni abesifungele lona, le nto asibuleleyo nje entlango.’+
9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+