IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wonk’ ubani ochukumisa isidumbu, umphefumlo wakhe nawuphi na umntu ofileyo, aze angazisulungekisi, uwenze inqambi umnquba kaYehova,+ ngoko umele unqunyulwe ungabikho kwaSirayeli+ loo mphefumlo. Ngenxa yokuba ungafefwanga ngamanzi okuhlambulula,+ uya kuqhubeka ungahlambulukanga. Ukungahlambuluki kwawo kusekuwo.+

  • INdumiso 51:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ngamana ungandisulungekisa esonweni ngehisope, ukuze ndihlambuluke;+

      Ngamana ungandihlamba, ukuze ndibe mhlophe ngakumbi kunekhephu.+

  • Hebhere 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 masisondele ngeentliziyo ezinyanisekileyo siqiniseke ngokupheleleyo ngokholo, iintliziyo zethu zifefiwe sasuswa isazela esingendawo+ nemizimba yethu ihlanjwe ngamanzi ahlambulukileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share