INdumiso 33:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuze ahlangule umphefumlo wabo ekufeni,+Ukuze abagcine bephila kwindlala.+ Hezekile 34:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “‘“Ndiza kuzivelisela ukutyalwa kwegama,+ yaye azisayi kususwa yindlala elizweni,+ kwaye azisayi kuthwala ukuthotywa ziintlanga.+
29 “‘“Ndiza kuzivelisela ukutyalwa kwegama,+ yaye azisayi kususwa yindlala elizweni,+ kwaye azisayi kuthwala ukuthotywa ziintlanga.+