IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngokubhekele phaya, uYehova uThixo watyala umyezo e-Eden,+ ngasempuma, waza wambeka khona umntu abembumbile.+

  • Genesis 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko uLote wawaphakamisa amehlo akhe waza wasibona iSithili saseYordan+ siphela, ukuba sonke sasingummandla onamanzi amaninzi ngaphambi kokuba uYehova ayonakalise iSodom neGomora, sinjengomyezo kaYehova,+ sinjengelizwe laseYiputa ukuya kufikelela eTsoware.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share