Genesis 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+ INdumiso 104:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ukuba uthumela umoya wakho, ziyadalwa;+Ubenze butsha ubuso bomhlaba. Hezekile 37:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ‘Kwaye ndiza kufaka umoya wam kuni, nize nibuyele ebomini,+ yaye ndiza kunihlalisa emhlabeni wenu; nazi ukuba mna, Yehova, ndithethile yaye ndikwenzile oko,’ utsho uYehova.”+
7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+
14 ‘Kwaye ndiza kufaka umoya wam kuni, nize nibuyele ebomini,+ yaye ndiza kunihlalisa emhlabeni wenu; nazi ukuba mna, Yehova, ndithethile yaye ndikwenzile oko,’ utsho uYehova.”+