Yoweli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuya kufuneka ke nazi ukuba ndiphakathi kukaSirayeli,+ nokuba ndinguYehova uThixo wenu nokuba akakho omnye.+ Yaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.
27 Kuya kufuneka ke nazi ukuba ndiphakathi kukaSirayeli,+ nokuba ndinguYehova uThixo wenu nokuba akakho omnye.+ Yaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.