INdumiso 79:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Silungcikivo kubamelwane bethu,+Into yokugxekwa nokugculelwa ngabo basijikelezileyo.+ Yeremiya 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+ IZililo 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+
9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+
15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+