Yeremiya 32:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze basoloko bendoyika, kuze kulunge kubo nakoonyana babo emva kwabo.+ Hezekile 36:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye ndiya kufaka umoya wam ngaphakathi kwenu,+ yaye ndiza kwenza ukuba nihambe ngemimiselo yam,+ nizigcine nezigwebo zam nize okunene nizenze.+
39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze basoloko bendoyika, kuze kulunge kubo nakoonyana babo emva kwabo.+
27 Kwaye ndiya kufaka umoya wam ngaphakathi kwenu,+ yaye ndiza kwenza ukuba nihambe ngemimiselo yam,+ nizigcine nezigwebo zam nize okunene nizenze.+