Hezekile 38:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokuqinisekileyo uya kuza uvela endaweni yakho, kweyona mimandla ithe qelele yasemntla,+ wena nezizwana ezininzi zikunye nawe, bonke bekhwele emahasheni, ibandla elikhulu, ewe umkhosi omkhulu wamajoni.+ Hezekile 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Ndiza kuthumela umlilo kwaMagogi+ nakwabo bangabemi beziqithi abanqabisekileyo;+ ukuze bazi abantu ukuba ndinguYehova.
15 Ngokuqinisekileyo uya kuza uvela endaweni yakho, kweyona mimandla ithe qelele yasemntla,+ wena nezizwana ezininzi zikunye nawe, bonke bekhwele emahasheni, ibandla elikhulu, ewe umkhosi omkhulu wamajoni.+
6 “‘Ndiza kuthumela umlilo kwaMagogi+ nakwabo bangabemi beziqithi abanqabisekileyo;+ ukuze bazi abantu ukuba ndinguYehova.