Hezekile 38:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uya kubopheleleka ukuba unyuke. Uya kungena njengesaqhwithi.+ Uya kuba njengelifu ekugubungeleni ilizwe,+ wena nawo onke amabutho akho nezizwana ezininzi ezikunye nawe.”’
9 Uya kubopheleleka ukuba unyuke. Uya kungena njengesaqhwithi.+ Uya kuba njengelifu ekugubungeleni ilizwe,+ wena nawo onke amabutho akho nezizwana ezininzi ezikunye nawe.”’