Duteronomi 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 isidumbu sakhe masingahlali ubusuku bonke esibondeni;+ wosingcwaba kwangaloo mini, ngokuba oxhonyiweyo usisiqalekiso kuThixo;+ yaye uze ungawenzi inqambi umhlaba wakho, akunika wona uYehova uThixo wakho njengelifa.+
23 isidumbu sakhe masingahlali ubusuku bonke esibondeni;+ wosingcwaba kwangaloo mini, ngokuba oxhonyiweyo usisiqalekiso kuThixo;+ yaye uze ungawenzi inqambi umhlaba wakho, akunika wona uYehova uThixo wakho njengelifa.+