IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke mna, ndiya kubufihla ngokupheleleyo ubuso bam ngaloo mini ngenxa yobubi bonke esibenzileyo, ngokuba sijike saya kwabanye oothixo.+

  • INdumiso 30:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Owu Yehova, ngenkoliseko yakho intaba yam uyimise yanamandla.+

      Ubufihlile ubuso bakho; ndaba ngulowo uphazamisekileyo.+

  • Isaya 59:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share