1 Kumkani 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wahlabela mgama wayenzela indlu iifestile ezinamanqwanqwa acuthekileyo.+ Hezekile 41:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwakukho iifestile ezinamanqwanqwa acuthekileyo+ nemifanekiso yomthi wesundu ngapha nangaphaya ngasemacaleni everanda namagumbi asemacaleni endlu nezigubungelo ezo.
26 Kwakukho iifestile ezinamanqwanqwa acuthekileyo+ nemifanekiso yomthi wesundu ngapha nangaphaya ngasemacaleni everanda namagumbi asemacaleni endlu nezigubungelo ezo.