1 Kumkani 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye iveranda+ eyayingaphambili kwitempile yendlu yayiziikubhite ezingamashumi amabini ubude, ngaphambi kwecala elibanzi lendlu. Ubunzulu babuziikubhite ezilishumi, ngaphambili endlwini. 2 Kronike 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Iveranda+ eyayingaphambi kwecala elide yayiziikubhite ezingamashumi amabini ngaphambi kwecala elibanzi lendlu, ukuphakama kwayo kwakulikhulu elinamashumi amabini; wayaleka ngaphakathi ngegolide esulungekileyo.
3 Kwaye iveranda+ eyayingaphambili kwitempile yendlu yayiziikubhite ezingamashumi amabini ubude, ngaphambi kwecala elibanzi lendlu. Ubunzulu babuziikubhite ezilishumi, ngaphambili endlwini.
4 Iveranda+ eyayingaphambi kwecala elide yayiziikubhite ezingamashumi amabini ngaphambi kwecala elibanzi lendlu, ukuphakama kwayo kwakulikhulu elinamashumi amabini; wayaleka ngaphakathi ngegolide esulungekileyo.