Eksodus 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 bambona uTHIXO kaSirayeli.+ Phantsi kweenyawo zakhe kwaye kungathi ngamatye athe tyaba esafire nanjengamazulu esulungekile.+ Hezekile 43:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye, khangela! ubuqaqawuli+ boTHIXO kaSirayeli babusiza buvela kwicala lasempuma,+ kwaye ilizwi lakhe lalinjengesandi samanzi amaninzi;+ nomhlaba wakhanya ngenxa yobuqaqawuli bakhe.+
10 bambona uTHIXO kaSirayeli.+ Phantsi kweenyawo zakhe kwaye kungathi ngamatye athe tyaba esafire nanjengamazulu esulungekile.+
2 Yaye, khangela! ubuqaqawuli+ boTHIXO kaSirayeli babusiza buvela kwicala lasempuma,+ kwaye ilizwi lakhe lalinjengesandi samanzi amaninzi;+ nomhlaba wakhanya ngenxa yobuqaqawuli bakhe.+