IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Okuseleyo kumnikelo wokudla okuziinkozo koba kokuka-Aron noonyana bakhe,+ kube yeyona nto ingcwele+ yomnikelo kaYehova wasemlilweni.

  • Levitikus 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yonke into eyindoda+ phakathi koonyana baka-Aron yowudla. Ngumxhesho wenu lowo wexesha elingenammiselo+ kwizizukulwana zenu eminikelweni kaYehova yasemlilweni. Yonke into eyichukumisayo yoba ngcwele.’”

  • Levitikus 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yonke into eyindoda phakathi kwababingeleli yolidla.+ Lodliwa endaweni engcwele. Liyeyona nto ingcwele lona.+

  • 1 Korinte 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?

  • Hebhere 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Sinesibingelelo abangenagunya lakutya kuso abo benza inkonzo engcwele ententeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share