Yeremiya 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye okunene baya kuwaneka elangeni nasenyangeni nakuwo wonke umkhosi wamazulu ababewuthanda nabawukhonzileyo nabawulandeleyo+ nabaqubude kuwo.+ Akayi kuhlanganiswa, engayi kungcwatywa. Aya kuba ngumgquba phezu kobuso bomhlaba.”+
2 Kwaye okunene baya kuwaneka elangeni nasenyangeni nakuwo wonke umkhosi wamazulu ababewuthanda nabawukhonzileyo nabawulandeleyo+ nabaqubude kuwo.+ Akayi kuhlanganiswa, engayi kungcwatywa. Aya kuba ngumgquba phezu kobuso bomhlaba.”+