Genesis 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye wayahlula ngobusuku imikhosi yakhe,+ yena namakhoboka akhe, ngokunxamnye nabo, waza ngaloo ndlela waboyisa, wabasukela ukusa eHobha, ekumntla weDamasko.
15 Yaye wayahlula ngobusuku imikhosi yakhe,+ yena namakhoboka akhe, ngokunxamnye nabo, waza ngaloo ndlela waboyisa, wabasukela ukusa eHobha, ekumntla weDamasko.