Numeri 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+ Numeri 34:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko uMoses wabayalela oonyana bakaSirayeli, esithi: “Lilo elo ilizwe eniya kwabelana ngalo ngeqashiso,+ kanye njengoko eyalele uYehova ukuba linikwe izizwe ezisithoba ezinesiqingatha.+ Yoshuwa 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ilifa labo lenziwa ngeqashiso,+ kanye njengoko uYehova wayeyalele ngoMoses ngezizwe ezisithoba ezinesiqingatha sesizwe.+
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+
13 Ngoko uMoses wabayalela oonyana bakaSirayeli, esithi: “Lilo elo ilizwe eniya kwabelana ngalo ngeqashiso,+ kanye njengoko eyalele uYehova ukuba linikwe izizwe ezisithoba ezinesiqingatha.+
2 Ilifa labo lenziwa ngeqashiso,+ kanye njengoko uYehova wayeyalele ngoMoses ngezizwe ezisithoba ezinesiqingatha sesizwe.+