Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe. Hezekile 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+