Hezekile 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emibonweni kaThixo wandizisa kwilizwe lakwaSirayeli waza wandibeka phantsi entabeni ephakame kakhulu,+ phezu kwayo kwakukho into enjengesakhiwo sesixeko ngasemzantsi.+
2 Emibonweni kaThixo wandizisa kwilizwe lakwaSirayeli waza wandibeka phantsi entabeni ephakame kakhulu,+ phezu kwayo kwakukho into enjengesakhiwo sesixeko ngasemzantsi.+