2 Kronike 26:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+ Yeremiya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ninganako na ukuba,+ ukubulala+ nokukrexeza+ nokufunga ngobuxoki+ nokuqhumisa umbingelelo kuBhahali+ nokulandela abanye oothixo enaningabazi,+ Hezekile 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wathabatha izambatho zakho ezilukiweyo, wazigubungela; neoli yam nesiqhumiso sam+ wazibeka phambi kwazo.
16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+
9 Ninganako na ukuba,+ ukubulala+ nokukrexeza+ nokufunga ngobuxoki+ nokuqhumisa umbingelelo kuBhahali+ nokulandela abanye oothixo enaningabazi,+
18 Wathabatha izambatho zakho ezilukiweyo, wazigubungela; neoli yam nesiqhumiso sam+ wazibeka phambi kwazo.