INdumiso 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Weza ekhwele ikherubhi ephaphazela,+Wafika ngesantya ekhwele emaphikweni omoya.+ Mateyu 24:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba kanye njengokuba umbane+ uphuma kwimimandla yasempumalanga uze ukhanye ukufikelela kwimimandla yasentshonalanga, buya kuba njalo nobukho+ boNyana womntu.
27 Kuba kanye njengokuba umbane+ uphuma kwimimandla yasempumalanga uze ukhanye ukufikelela kwimimandla yasentshonalanga, buya kuba njalo nobukho+ boNyana womntu.