Hezekile 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yona imfano yobuso bazo, zone zazinobuso bomntu+ kunye nobuso bengonyama+ ngasekunene,+ yaye zone zazinobuso benkunzi yenkomo+ ngasekhohlo;+ kanjalo zone zazinobuso bokhozi.+ ISityhilelo 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Esokuqala isidalwa esiphilayo sinjengengonyama,+ esesibini isidalwa esiphilayo sinjengethole lenkomo eliyinkunzi,+ esesithathu isidalwa esiphilayo+ sinobuso obunjengobomntu, yaye esesine isidalwa esiphilayo+ sinjengokhozi oluphaphazelayo.+
10 Ke yona imfano yobuso bazo, zone zazinobuso bomntu+ kunye nobuso bengonyama+ ngasekunene,+ yaye zone zazinobuso benkunzi yenkomo+ ngasekhohlo;+ kanjalo zone zazinobuso bokhozi.+
7 Esokuqala isidalwa esiphilayo sinjengengonyama,+ esesibini isidalwa esiphilayo sinjengethole lenkomo eliyinkunzi,+ esesithathu isidalwa esiphilayo+ sinobuso obunjengobomntu, yaye esesine isidalwa esiphilayo+ sinjengokhozi oluphaphazelayo.+