Hezekile 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Zakuhamba, nawo ayehamba; naxa zisima ngxi, nawo ayesima ngxi; naxa ziphakanyisiwe emhlabeni, amavili ayephakanyiswa ngokusondeleyo ecaleni kwazo, kuba umoya wezidalwa eziphilayo wawusemavilini.+
21 Zakuhamba, nawo ayehamba; naxa zisima ngxi, nawo ayesima ngxi; naxa ziphakanyisiwe emhlabeni, amavili ayephakanyiswa ngokusondeleyo ecaleni kwazo, kuba umoya wezidalwa eziphilayo wawusemavilini.+