Isaya 48:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yokwazi kwam ukuba ulukhuni nokuba intamo yakho+ yimisipha yentsimbi+ nebunzi lakho lubhedu,+ Zekariya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+ Marko 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa uYesu wathi kubo: “Ngenxa yobuntliziyo-lukhuni benu+ wanibhalela lo myalelo. Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+
4 Ngenxa yokwazi kwam ukuba ulukhuni nokuba intamo yakho+ yimisipha yentsimbi+ nebunzi lakho lubhedu,+
12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+