2 Petros 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+
21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+