Hezekile 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Akusayi kuphinda kubekho nawuphi na umbono+ ongenaxabiso nakuvumisa kumbaxa phakathi kwendlu kaSirayeli.+ Mika 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Ngoko ke niya kuba nobusuku,+ ukuze kungabikho mbono;+ niya kuba nobumnyama, ukuze ningavumisi. Nelanga ngokuqinisekileyo liya kutshona kubaprofeti, nemini ibe mnyama kubo.+
24 Akusayi kuphinda kubekho nawuphi na umbono+ ongenaxabiso nakuvumisa kumbaxa phakathi kwendlu kaSirayeli.+
6 ‘Ngoko ke niya kuba nobusuku,+ ukuze kungabikho mbono;+ niya kuba nobumnyama, ukuze ningavumisi. Nelanga ngokuqinisekileyo liya kutshona kubaprofeti, nemini ibe mnyama kubo.+