Amosi 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kanye njengaxa umntu esaba ngenxa yengonyama, aze okunene ahlangane nebhere; nanjengaxa engena endlwini aze axhase isandla sakhe ngodonga, alunywe yinyoka.+
19 kanye njengaxa umntu esaba ngenxa yengonyama, aze okunene ahlangane nebhere; nanjengaxa engena endlwini aze axhase isandla sakhe ngodonga, alunywe yinyoka.+