Duteronomi 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa.
8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa.