Genesis 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko uLote wawaphakamisa amehlo akhe waza wasibona iSithili saseYordan+ siphela, ukuba sonke sasingummandla onamanzi amaninzi ngaphambi kokuba uYehova ayonakalise iSodom neGomora, sinjengomyezo kaYehova,+ sinjengelizwe laseYiputa ukuya kufikelela eTsoware.+ Duteronomi 8:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Wakuba udlile wanela,+ uze umbonge+ uYehova uThixo wakho ngenxa yelizwe elihle akunike lona.+ Duteronomi 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe. IMizekeliso 30:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ukuze ndingabi nakwanela ndize ndikukhanyele+ ndithi: “Ngubani na uYehova?”+ nokuze ndingabi nakuhlwempuzeka ndize ndibe, ndilihlasele igama loThixo wam.+ Luka 12:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba njalo ngomntu oziqwebela ubuncwane kodwa engesosityebi kuThixo.”+
10 Ngoko uLote wawaphakamisa amehlo akhe waza wasibona iSithili saseYordan+ siphela, ukuba sonke sasingummandla onamanzi amaninzi ngaphambi kokuba uYehova ayonakalise iSodom neGomora, sinjengomyezo kaYehova,+ sinjengelizwe laseYiputa ukuya kufikelela eTsoware.+
15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe.
9 ukuze ndingabi nakwanela ndize ndikukhanyele+ ndithi: “Ngubani na uYehova?”+ nokuze ndingabi nakuhlwempuzeka ndize ndibe, ndilihlasele igama loThixo wam.+