Yeremiya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “USirayeli ongathembekanga uwungqine umphefumlo wakhe ulilungisa ngakumbi kunoYuda owenze ngobuqhophololo.+ Mateyu 12:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana+ yaye baya kusigwebela+ isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko uYona+ wayekushumayela, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koYona kulapha.
11 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “USirayeli ongathembekanga uwungqine umphefumlo wakhe ulilungisa ngakumbi kunoYuda owenze ngobuqhophololo.+
41 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana+ yaye baya kusigwebela+ isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko uYona+ wayekushumayela, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koYona kulapha.