Luka 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Khangelani! Ndininike igunya lokunyathela ngeenyawo iinyoka+ noonomadudwane,+ naphezu kwawo onke amandla otshaba,+ yaye akukho nto iya kuze inenzakalise.
19 Khangelani! Ndininike igunya lokunyathela ngeenyawo iinyoka+ noonomadudwane,+ naphezu kwawo onke amandla otshaba,+ yaye akukho nto iya kuze inenzakalise.