4 Oonyana babo akazange ababulale, kodwa wenza ngokuvisisana noko kwakubhalwe emthethweni, encwadini kaMoses,+ oko uYehova wakuyalelayo esithi: “Ooyise abafanele bafe ngenxa yoonyana,+ noonyana abafanele bafe ngenxa yooyise;+ kodwa ngamnye ufanele afe ngenxa yesono sakhe.”+